
ISICATSHULWA Ulubonisa Njani "Ucalu-Calulo Lweentlanga" ? lipolitiki zolwimi lwentshukumo lomZantsi Afrika Eli phepha linika inkcukacha yengxoxo yale meko ikhoyo malunga nokusetyenziswa nokuqhubela phambili ulwimi lwentshukumo emZantsi Afrika, kunye nonxulumano lwalo neminye imibandela yezentlalo nezobupolitiki ehambelana nobuThulu njengeqela elicinezelweyo kulo mZantsi Afrika weli xesha sikulo. Eli phepha ke linika imibandela eyahlukileyo emithathu kodwa ibe inxulumene: okokuqala, luhlobo lokucwangcisa ulwimi ngokuphathelele kulwimi lwentshukumo ngokubanzi, okwesibini, yinxaxheba yolwimi lwentshukumo njengolwimi lwesiNtu lweqela lolwimi olucinezelweyo emZantsi Afrika; okwesithathu, ziintsingiselo zobuthulu kweminye imibandela ehambelana nezithethe nokunxhaxha kolwimi okuthe qho ukwahlula uluntu lweli xesha lomZantsi Afrika. RESUMO Kiel signi "Apartheid" ? La politiko de sudafrika gestolingvo La referajo liveras detalan pritrakton de la nuna situacio koncerne la uzon kaj evoluigon de la gestolingvo en Sudafriko, kaj ties rilato al aliaj sociaj kaj politikaj demandoj konceme la Surdularon kiel subprematan komunumon en la nuntempa Sudafriko. Tiel, la referaĵo pritraktas tri apartajn sed rilatajn problemojn: unue, la karakteron de lingvoplanado en ties aplikiĝo al gestolingvoj generate; due, la rolon de la gestolingvo kiel la denaska lingvo de subpremata lingva komunumo en Sudafriko; kaj, trie, la implicojn de la kazo de la Surdularo rilate al aliaj demandoj ligitaj al kultura kaj lingva diverseco, kiuj daŭre dividas la modernan sudafrikan socion.
| selected citations These citations are derived from selected sources. This is an alternative to the "Influence" indicator, which also reflects the overall/total impact of an article in the research community at large, based on the underlying citation network (diachronically). | 43 | |
| popularity This indicator reflects the "current" impact/attention (the "hype") of an article in the research community at large, based on the underlying citation network. | Average | |
| influence This indicator reflects the overall/total impact of an article in the research community at large, based on the underlying citation network (diachronically). | Top 10% | |
| impulse This indicator reflects the initial momentum of an article directly after its publication, based on the underlying citation network. | Average |
